Malunga

Iamandla.mobi ikhokela amaphulo eyakha amagunya okwenene abantu abaNtsundu, kujoliswe ngokukodwa kumabhinqa aNtsundu amkela umvuzo ophantsi

Malunga

Singoobani

Wasekwa ngenkolelo yokuba wonke umnxeba ophathwayo ungasisixhobo sokwakha idemokhrasi, iamandla.mobi ngumbutho osakhulayo okhokelwa ngamanina aNtsundu afumana umrholo ophantsi ashenxisela amagunya kuMzantsi Afrika onobulungisa, nolinganayo.

Esikwenzayo

Iamandla.mobi iphuhlise ulwazinkqubo olulungelelanisiweyo loququzelelo, esilusebenzisela ukugaya inkxaso yezimvo zethu sonke zombutho wethu ngamaxesha abalulekileyo ngamaphulo ekujoliswe kuwo, aququzelelweyo nanesicwangcisoqhinga azisa utshintsho olubonakalayo kubantu abaninzi abachatshazelwe yintswelabulungisa.
Esikwenzayo

Iamandla.mobi yamkela uqhagamshelwano ngezixhobo zobuchwepheshe eziphathwayo ukuququzelela, ukumanyanisa nokuvakalisa izimvo zabo bachaphazeleka kakhulu yintswelabulungisa ize ixhobise amalungu ombutho wethu ngezixhobo nangezicwangcisoqhinga ukuthatha inyathelo ngokuhlangeneyo. Njengoko umbutho ongqingqwa osondele kwimiliyoni enye usebenza kunye ukusayina amaphepha oluhlu lwezikhalazo, ukuthabatha inxaxheba ekuboniseni ekuhleni izikhalazo kuze kuthatyathwe inxaxheba kwinqanaba lengingqi, sifikelela ngokukuko kubathathizigqibo abanamagunya okuqhuba utshintsho – kwaye sibenze bathabathe uxanduva. Sikunye, singena nzulu ukuqinisekisa ukuba iminyango ayinakuze ivaleke kwaye ugayo lwenkxaso lwethu lungaze luyeke, nokuba ngaba sinyusa uxinzelelo loluntu okanye siqhuba amandla ephulo ngemiba jikelele.

Amabhaso

0 M+

Amanyathelo enkxaso

0 K+

Amaphulo akhokelwa nguwe

0 K+

Ungeniso lwezimvo/ukunika amanqakwana kwabahlali

0 M+

Ubomi buphenjelelwa ngokwakhayo

IQela

Please click on the image to view the bio.

UKoketso Moeti

UMlawuli wesiGqeba onguMseki

UKoketso Moeti

UMlawuli wesiGqeba onguMseki

UPaul Mason

UMlawuli wezoBambiswano nezoBuchwepheshe

UPaul Mason

UMlawuli wezoBambiswano nezoBuchwepheshe

UTlou Seopa

OQhuba iPhulo oPhezulu

UTlou Seopa

OQhuba iPhulo oPhezulu

UPalesa Ramolefo

Oqhuba iphulo

UPalesa Ramolefo

Oqhuba iphulo

UZintle Tyuku

IGosa loLuntu neloQuquzelelo

UZintle Tyuku

IGosa loLuntu neloQuquzelelo

UThabisile Miya

UMququzeleli weawethu.mobi

UThabisile Miya

UMququzeleli weawethu.mobi

UTebogo Malatji

Igosa leNgxoxiswano yamaLungu

UTebogo Malatji

Igosa leNgxoxiswano yamaLungu

UAudry Xaba

IGosa lezeMali nezeMisebenzi

UAudry Xaba

IGosa lezeMali nezeMisebenzi

UShilla Zhou

UMsebenzi oCoca iiOfisi

UShilla Zhou

UMsebenzi oCoca iiOfisi

UAmber Olaleye

UMlawuli wezeMali

UAmber Olaleye

UMlawuli wezeMali

IBhodi

Please click on the image to view the bio.

Nomzamo Zondo

USihlalo weBhodi

Nomzamo Zondo

USihlalo weBhodi

UAdèle Kirsten

UNobhala weBhodi

UAdèle Kirsten

UNobhala weBhodi

UKoketso Moeti

Ilungu langaphambili

UKoketso Moeti

Ilungu langaphambili

ULuke Jordan

ILungu leBhodi

ULuke Jordan

ILungu leBhodi

Inkxasomali

Indlela esixhaswa ngayo ngemali

Iamandla.mobi ixhaswa ngabanikeli abazimanyanisa nemikhwa esesikweni, oothandabantu, kunye neminikelo emincinane yamalungu ethu. Cofa eli khonkco ukufunda ngokungaphaya ngendlela esixhaswa ngemali ngayo. Abaxhasingemali bethu beminyaka ngeminyaka babandakanya aba balandelayo:

Ingaba kukho umba ekuhlaleni ofuna ukwenza iphulo ngawo? Singakuxhasa umisele kwaye uphehlele iphulo elo.